UMPHATHISWA WAMAPOLISA UNATHI MTHETHWA: AKAPHENDULI KULWAPHULO-MTHETHO OLUNZIMA EKHAYELITHSA: Iijaji zithi Iqela Eliphandayo lika O’Regan kwi SAPS maliqhubekeke

Ngo Mvulo 14 ka Januwari 2013, Inkundla Yamatyala Ephakamileyo yaseNtshonalanga Kapa izikhabile iinzame zoMphathiswa wamaPolisa uNathi Mthethwa neNkonzo yamaPolisa oMzantsi Afrika (SAPS) zokumisa Iqela Eliphandayo lika O’Regan ekuqhubekekeni nomsebenzi walo. Isigqibo senziwe neendleko, oku kuthetha ukuba iSAPS kufuneka ibhatele iindleko zomthetho zabamangalelwa.   Zozibini izigwebo zeNkundlka, esesininzi nesobuncinane zingqinela amalungelo abantu abahlala nabasebenza eKhayelitsha besoyika…

POLICE MINISTER NATHI MTHETHWA “HOPELESSLY UNRESPONSIVE” TO SERIOUS CRIME IN KHAYELITSHA: Judges say O’Regan Commission of Inquiry into SAPS must go ahead

  On Monday 14 January 2013, the Western Cape High Court dismissed Minister of Police Nathi Mthethwa and the South African Police Service’s (SAPS) urgent attempt to stop the O’Regan Commission of Inquiry (CoI) from continuing its work. The order was made with costs and SAPS has to pay the respondent’s legal fees.   Both…